Iindawo Zokurenta Inyanga eBelize City

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Belize City
Istudiyo seholide esitofotofo nezale mihla
4 Sep – 2 Okt
Yi$2 165 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Indlu encinci e-Caye Caulker
I-Mo 's Cozy Cabana
28 Okt – 25 Nov
Yi$1 239 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Belize City
Iflethi Yentsapho Ehlaziyiweyo Ehlaziyiweyo-Casa Fabro Belize
6 Epr – 4 Mey
Yi$2 781 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Belize City
New, modern condo with Patio
2–30 Sep
Yi$2 475 ngenyanga

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseBelize City

Fort Street Tourism Villagebayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Ramada by Wyndham Princess Belize Citybayi 7 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Radisson Fort George Hotel and Marinabayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo
San Pedro Belize Express Water Taxibayi 13 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Bus Terminalbayi 6 abantu basekuhlaleni abayincomayo
BTL Parkbayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.