Iindawo Zokurenta Inyanga eBellwood

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Indlu engasemva e-Altoona
I-Orchard Guesthouse - isidlo sakusasa siqukiwe!
23 Jan – 20 Feb
Yi$2 352 ngenyanga
5.0 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-381
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Martinsburg
Intaba Ehlala Kufuphi neRaystown Lake
17 Nov – 15 Dis
Yi$1 468 ngenyanga
4.95 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-115
ISuperhost
Indlu e-Altoona
Indlu Yebali Elinye Isondele kakhulu kwi-UPMC Altoona
31 Aga – 28 Sep
Yi$1 976 ngenyanga
4.94 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-16
ISuperhost
Indlu e-Altoona
Ipholile, ithule kwaye ilungele i-UPMC
6 Jun – 4 Jul
Yi$1 576 ngenyanga
5.0 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-3

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo zokuhlala zoosomashishini?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.