Dlulela kumxholo

Iindawo Zokurenta Inyanga eBelmont

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Indlu engasemva e-Belmont
Ipuli Enomtsalane/Indlu Yeendwendwe Egadini
3–31 Okt
Yi$3 435 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi e-Laconia
Imboniselo yeDola yezigidi! I-Ski Gunstock!
16 Epr – 14 Mey
Yi$2 088 ngenyanga
ISuperhost
Iflethi e-Tilton
Ukuzonwabisa Ilinde
22 Mat – 19 Epr
Yi$2 611 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Laconia
Iflethi entle kwiSitrato esithuleyo
8 Nov – 6 Dis
Yi$2 644 ngenyanga

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo zokuhlala zoosomashishini?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseBelmont

Pirate's Cove Adventure Golfbayi 21 abantu basekuhlaleni abayincomayo
El Jimadorbayi 6 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Shooter's Tavernbayi 10 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Water Street Cafebayi 9 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Lakes Region General Hospitalbayi 5 abantu basekuhlaleni abayincomayo
South End Pizza & Seafoodbayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.