Iindawo Zokurenta Inyanga eBoston

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi e-Boston
Ibhedi etofotofo, yale mihla neyesiphakathi eyi-1 kufutshane nendawo engasemanzini.
23 Dis – 20 Jan
Yi$3 576 ngenyanga
4.8 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-144
Ithandwa zindwendwe
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-Boston
I-Upscale 2 Bdrm Suite: Ikhitshi, i-Spa Bath, Indawo Yokuhlamba Iimpahla
23 Feb – 23 Mat
Yi$2 729 ngenyanga
4.96 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-199
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Boston
Studio, w kitchenette, in owner's Beacon Hill home
24 Sep – 24 Okt
Yi$2 963 ngenyanga
4.84 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-121
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Quincy
Iflethi okanye indlu ekwicomplex epholileyo ekufutshane ne-Boston!
21 Okt – 22 Nov
Yi$2 202 ngenyanga
4.9 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-135

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo zokuhlala zoosomashishini?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseBoston

Fenway Parkbayi 815 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Boston Commonbayi 567 abantu basekuhlaleni abayincomayo
TD Gardenbayi 243 abantu basekuhlaleni abayincomayo
I-Aquarium ye-New Englandbayi 399 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Boston Public Gardenbayi 440 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Freedom Trailbayi 470 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.