Iindawo Zokurenta Inyanga eBelsize Park, Greater London

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-ELondon
I-Suite 11 ekhayeni elikude nekhaya
1–29 Jan
Yi$2 446 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-London
Chic 1 Bed Flat Zone 2 Hampstead Swiss Cottage
20 Nov – 18 Dis
Yi$4 531 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-London
I-Swiss Cottage Ivulekile Studio Central London, WiFi
12 Mat – 9 Epr
Yi$2 426 ngenyanga
ISuperhost
Iflethi e-London
Iflethi eqaqambileyo netofotofo ekwigumbi lokulala eliyi-1 e-Hampstead Heath
13 Jan – 10 Feb
Yi$5 989 ngenyanga

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseBelsize Park, Greater London

Hampstead Theatrebayi 56 abantu basekuhlaleni abayincomayo
The Washingtonbayi 62 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Budgensbayi 110 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Chez Bob Belsize Parkbayi 20 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Jamon Jamon Belsize Parkbayi 10 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Chamomile Cafebayi 29 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.