Dlulela kumxholo

Iindawo Zokurenta Inyanga eBend

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

ISuperhost
Indlu engasemva e-Bend
I-Bivouac of Bend
11 Epr – 9 Mey
Yi$2 588 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-Bend
Indlu entsha, ecocekileyo eyi-1 Bdrm Guest Suite
5 Epr – 3 Mey
Yi$2 191 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Bend
Isitudiyo esisecaleni kwejelo
21 Jul – 20 Aga
Yi$1 991 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-Bend
Indawo ekwi-bayou dr. - iyadi ebiyelweyo enomngxuma womlilo
21 Okt – 18 Nov
Yi$1 195 ngenyanga

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo zokuhlala zoosomashishini?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseBend

Old Mill Districtbayi 292 abantu basekuhlaleni abayincomayo
BLOCKBUSTERbayi 15 abantu basekuhlaleni abayincomayo
McMenaminsbayi 158 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Pine Nursery Parkbayi 41 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Walmart Supercenterbayi 15 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Sawyer Parkbayi 11 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.