Dlulela kumxholo

Iindawo Zokurenta Inyanga eBendigo

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Kennington
I-Ridgeway Retreat
4 Jun – 2 Jul
Yi$1 757 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Indlu engasemva e-Bendigo
I-Luxury ephezulu yembali ye-CBD ekwicomple
3 Sep – 1 Okt
Yi$3 078 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Bendigo
Indawo Esehlathini - igumbi lokulala eliyi-1 elinendawo yokupaka simahla
2–30 Dis
Yi$2 438 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Bendigo
I-HappyNest | tyelela iindawo ezinomtsalane zaseBendigo
24 Jul – 21 Aga
Yi$2 618 ngenyanga

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseBendigo

I-Bendigo Art Gallerybayi 97 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Rosalind Parkbayi 58 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Ulumbarra Theatrebayi 34 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Ikhetheli Yezulu Lomthanjiswabayi 13 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Beechworth Bakery Bendigobayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Hargreaves Mallbayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.