Iindawo Zokurenta Inyanga eBennett End

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

ISuperhost
Indlu engasemva e-Bennett End
Indlu Yamaplanga KaMary
16 Epr – 14 Mey
Yi$1 993 ngenyanga
4.88 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-397
Ithandwa zindwendwe
Indlu engasemva e-Radnage
I-Chilterns Country Escape
5 Nov – 3 Dis
Yi$5 625 ngenyanga
4.99 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-162
ISuperhost
Indlu encinci enamavili e-Oxfordshire
I-Czy Woodland Cabin Escape ~ Iindawo Zokuhlala Ixesha Elide Zikhona
11 Nov – 9 Dis
Yi$2 525 ngenyanga
4.78 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-164
Ithandwa zindwendwe
Indlu esemaphandleni e-High Wycombe
Chiltern Barn at Wheeler End, Buckinghamshire
28 Mat – 25 Epr
Yi$4 105 ngenyanga
4.97 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-235

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.