Iindawo Zokurenta Inyanga eBenona Township

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Indlu esemaphandleni e-Shelby
Lake Michigan Access | Wi-Fi | Patio | By ORV Park
23 Okt – 20 Nov
Yi$2 420 ngenyanga
4.88 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-194
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Muskegon
I-Lakeside Landing
17 Epr – 15 Mey
Yi$1 811 ngenyanga
4.87 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-382
Ithandwa zindwendwe
Indlu esemaphandleni e-Mears
ORV Park | Lake Michigan Access | Wi-Fi | Sleeps 8
7 Epr – 5 Mey
Yi$3 264 ngenyanga
4.9 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-146
Ithandwa zindwendwe
I-townhouse e-New Era
Into yabantu bonke kwi-Double JJ Resort.
7 Mey – 6 Jun
Yi$1 936 ngenyanga
4.85 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-47

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo zokuhlala zoosomashishini?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseBenona Township

Benona Township Parkbayi 6 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Stony Lake Innbayi 16 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Rainbow Ranch Incbayi 20 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Benona Shores Golf Coursebayi 9 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Cherry Point Farm And Marketbayi 20 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Woodland Farm Marketbayi 6 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.