Iindawo Zokurenta Inyanga eTraverse City

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi e-Interlochen
I Hideaway *Sleeping Bear Dunes *Traverse City
10 Nov – 8 Dis
Yi$1 741 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi e-Traverse City
New, Downtown Condo with Patio (Best Location)!
18 Mat – 15 Epr
Yi$2 666 ngenyanga
ISuperhost
Indlu yamaplanga e-Traverse City
"Spring on the Lake" Up North, TC/Spider Lake
5 Jan – 2 Feb
Yi$2 293 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Traverse City
I-Condo esandul 'ukwakhiwa kufutshane nesibhedlele kunye neDowntown
23 Nov – 21 Dis
Yi$2 814 ngenyanga

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo zokuhlala zoosomashishini?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseTraverse City

Traverse City State Parkbayi 18 abantu basekuhlaleni abayincomayo
The Village at Grand Traverse Commonsbayi 130 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Grand Traverse Mallbayi 31 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Great Wolf Lodgebayi 7 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Clinch Parkbayi 89 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Park Place Hotel and Conference Centerbayi 19 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.