Dlulela kumxholo

Iindawo Zokurenta Inyanga eBerchtesgaden

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Berchtesgaden, Germany
I-Haus Mitterbach Ferienwohnung Berglaune
15 Nov – 13 Dis
Yi$3 308 ngenyanga
4.86 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-154
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Bayerisch Gmain
Iflethi okanye indlu ekwicomplex Miramonti II Berchtesgadener Land
22 Sep – 20 Okt
Yi$1 498 ngenyanga
4.91 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-139
Ithandwa zindwendwe
Ikhaya leholide e-Berchtesgaden
Iflethi okanye indlu ekwicomplex eAlpine
18 Epr – 16 Mey
Yi$1 655 ngenyanga
4.92 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-12
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Berchtesgaden, Germany
Iflethi okanye indlu ekwicomple
20 Jan – 17 Feb
Yi$2 157 ngenyanga
4.91 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-64

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseBerchtesgaden

Isigqabo saseNtlokobayi 39 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Watzmann Thermal Bathbayi 22 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Almbachklammbayi 9 abantu basekuhlaleni abayincomayo
I-Center ye-Dokumentation Obersalzbergbayi 22 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Enzianbrennerei Grassl GmbH & Co. KGbayi 7 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Rossfeld Panoramastrassebayi 6 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.