Iindawo Zokurenta Inyanga eBertrix

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Léglise, Belgium
I-Logis en forêt d 'Anlier
5 Sep – 3 Okt
Yi$1 112 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Uvimba e-Bazeilles, France
I-LOFT YANAMHLANJE UVIMBA WASE-LA
26 Epr – 24 Mey
Yi$1 119 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Bazeilles, France
I-La Maison de Camille
18 Okt – 15 Nov
Yi$1 323 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Herbeumont, Belgium
I-Les Champs aux Boules Indawo etofotofo kakhulu.
12 Epr – 10 Mey
Yi$2 463 ngenyanga

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseBertrix

Herbeumont Castlebayi 7 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Cafe Louisebayi 4 abantu basekuhlaleni abayincomayo
La Fille du Boulangerbayi 4 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Les Caprices de Juliebayi 4 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Le Galopantbayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Au cœur de l'Ardoisebayi 11 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.
  1. Airbnb
  2. Belgium
  3. Wallonia
  4. Luxembourg
  5. Bertrix
  6. Iindawo Zokurenta Inyanga