Dlulela kumxholo

Iindawo Zokurenta Inyanga eBiałystok

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Białystok
Iziko Leeflethi E-Bialystok (Ihlabathi Elitsha)
7 Okt – 4 Nov
Yi$844 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Białystok
Iflethi enamagumbi ayi-2 kwindawo efanelekileyo!
2–30 Jan
Yi$742 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Białystok
Iflethi ethe cwaka nethuleyo
4 Epr – 2 Mey
Yi$1 087 ngenyanga
ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Białystok
Iflethi okanye indlu ekwicomplex etofoto
25 Mat – 22 Epr
Yi$665 ngenyanga

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseBiałystok

Atrium Bialabayi 21 abantu basekuhlaleni abayincomayo
ALFA CENTRUMbayi 17 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Auchan Białystok Hetmańskabayi 11 abantu basekuhlaleni abayincomayo
I-Branicki Palacebayi 52 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Galeria Jurowieckabayi 25 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Auchan Białystok Produkcyjnabayi 6 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.