Iindawo Zokurenta Inyanga eBica

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Indlu yeholide eyakhiwe ngamaplanga e-Dealu Negru
I-Casa Maria - Yiva Umoya Ogqwesileyo Wendalo
14 Nov – 12 Dis
Yi$2 014 ngenyanga
4.92 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-177
Ithandwa zindwendwe
Indlu yamaplanga e-Bălnaca
I-Nooks by AdyBeca - Balnaca Traditional Nook
19 Jul – 16 Aga
Yi$6 078 ngenyanga
4.96 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-106
Ithandwa zindwendwe
Indlu yeholide eyakhiwe ngamaplanga e-Dealu Negru
Ihlathi - Indlu yamaplanga yale mihla enendawo yokubasa kunye ne-sauna
10 Aga – 7 Sep
Yi$3 862 ngenyanga
5.0 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-99
Ithandwa zindwendwe
Indlu yamaplanga e-Râșca
Indlu esentlambo
14 Okt – 11 Nov
Yi$1 855 ngenyanga
5.0 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-8

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.
  1. Airbnb
  2. Romania
  3. Cluj County
  4. Bica
  5. Iindawo Zokurenta Inyanga