Iindawo Zokurenta Inyanga eBig Bar Lake

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Indlu yamaplanga e-70 Mile House
I-Emerald Hideaway
26 Jan – 23 Feb
Yi$2 081 ngenyanga
4.92 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-144
Ithandwa zindwendwe
Ifama e-100 Mile House
Indlu esemaphandleni enamagumbi okulala ayi-2 atofotofo ekwifama esebenzayo
24 Dis – 21 Jan
Yi$2 626 ngenyanga
4.95 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-130
Ithandwa zindwendwe
Ifama e-Lac la Hache
Indlu yamaplanga entle engasechibini
2–30 Dis
Yi$2 774 ngenyanga
4.97 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-421
Ithandwa zindwendwe
Indlu esemaphandleni e-Forest Grove
"Intliziyo Epholileyo" Ngena Kwindlu Yamaplanga eRuth Lake
23 Mat – 20 Epr
Yi$2 963 ngenyanga
4.95 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-163

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.