Iindawo Zokurenta Inyanga eBijeljina

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Bijeljina, Bosnia & Herzegovina
Central one-bedroom flat with free parking!
4 Okt – 1 Nov
Yi$667 ngenyanga
ISuperhost
Iflethi e-Bijeljina, Bosnia & Herzegovina
Iflethi entle embindini weBijeljina
13 Jan – 10 Feb
Yi$352 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Bijeljina, Bosnia & Herzegovina
Indlu ephindwe kabini eyi-55
31 Jan – 28 Feb
Yi$469 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Bijeljina, Bosnia & Herzegovina
Iflethi okanye indlu yakho ekwicomplex
28 Mat – 25 Epr
Yi$704 ngenyanga

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseBijeljina

Libertasbayi 5 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Gradski Parkbayi 5 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Sohobayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.