Iindawo Zokurenta Inyanga eBinnenstad

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Utrecht
Ikhaya kwidolophu 50m2
24 Dis – 21 Jan
Yi$1 794 ngenyanga
4.87 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-316
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Utrecht
Indlu Entle yeCanal embindini weUtrecht
29 Nov – 27 Dis
Yi$4 237 ngenyanga
4.79 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-1026
Ithandwa zindwendwe
Indlu encinci e-Utrecht
Umbindi wendlu encinci entle
4 Jan – 1 Feb
Yi$3 078 ngenyanga
4.82 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-305
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Binnenstad
Indawo entle kwi-wharfcellar enembali
5 Okt – 2 Nov
Yi$5 074 ngenyanga
4.83 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-171

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseBinnenstad

Hoog Catharijnebayi 73 abantu basekuhlaleni abayincomayo
TivoliVredenburgbayi 210 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Utrecht Central Stationbayi 251 abantu basekuhlaleni abayincomayo
De Bijenkorfbayi 59 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Domtorenbayi 192 abantu basekuhlaleni abayincomayo
I-Dom Towerbayi 259 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.