Iindawo Zokurenta Inyanga eBirkhill

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-Longforgan
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle elinendawo yokungena yabucala, kufutshane neDundee
1–29 Sep
Yi$1 824 ngenyanga
4.97 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-291
Ithandwa zindwendwe
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-Dundee
IBalmuir House - Iflethi Kwindlu Enkulu
29 Okt – 26 Nov
Yi$2 408 ngenyanga
4.97 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-140
Ithandwa zindwendwe
Iflethi e-Broughty Ferry
Iflethi entle engaselwandle embindini weBroughty Ferry
6 Okt – 3 Nov
Yi$2 104 ngenyanga
4.91 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-216
Ithandwa zindwendwe
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-Dundee
Lavender Cottage, kufuphi Broughty Ferry & Carnoustie
16 Okt – 13 Nov
Yi$2 507 ngenyanga
4.99 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-116

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.