Iindawo Zokurenta Inyanga eBirmingham

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi e-Birmingham
I-Downtown Industrial Getaway
19 Jul – 16 Aga
Yi$2 522 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi e-Birmingham
I-Magic City Oasis Cozy Highlands Park Condo
13 Epr – 13 Mey
Yi$1 991 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Birmingham
I-Downtown Studio eFrank
7 Mat – 4 Epr
Yi$1 909 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Indlu enevaranda e-Irondale
I-Whistlestop Retreat-indlu esemaphandleni eyi-2BR/1BA Ilala Abantu Abathandathu
21 Mey – 18 Jun
Yi$2 196 ngenyanga

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo zokuhlala zoosomashishini?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseBirmingham

The Summit Birminghambayi 107 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Birmingham Zoobayi 118 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Sloss Furnaces National Historic Landmarkbayi 66 abantu basekuhlaleni abayincomayo
McWane Science Centerbayi 107 abantu basekuhlaleni abayincomayo
I-Museum ye-Barber Vintage Motorsportsbayi 45 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Vulcan Park neMuziyambayi 203 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.