Dlulela kumxholo

Iindawo Zokurenta Inyanga eBirmingham

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Birmingham
Iflethi ethe cwaka yale mihla kufutshane nezibhedlele neYunivesithi
25 Sep – 23 Okt
Yi$2 212 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-West Midlands
Charming canal side flat, discounts wk & mo stays
3 Epr – 1 Mey
Yi$3 305 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi e-West Midlands
Iflethi okanye indlu ekwicomplex esembindini weSixeko- Eyona Ndawo* * *
6 Feb – 6 Mat
Yi$2 409 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-West Midlands
Indlu yeholide eyakhiwe ngamaplanga ekhethekileyo eKings Norton
16 Jan – 13 Feb
Yi$1 737 ngenyanga

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseBirmingham

Cadbury Worldbayi 201 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Resorts World Birminghambayi 78 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Utilita Arena Birminghambayi 68 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Birmingham Airportbayi 62 abantu basekuhlaleni abayincomayo
National SEA LIFE Centre Birminghambayi 146 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Mailbox Birminghambayi 78 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.