Iindawo Zokurenta Inyanga eBjurbäcken

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Klässbol
Indawo yokuhlala yendalo unyaka wonke eTasebo, Klässbol.
21 Nov – 19 Dis
Yi$1 249 ngenyanga
4.97 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-180
Ithandwa zindwendwe
Indlu yamaplanga e-Lekvattnet, Sweden
I-Skogsängans Lillstuga
1–29 Nov
Yi$792 ngenyanga
4.91 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-139
Ithandwa zindwendwe
Indlu engasemva e-Arvika N
Indlu esemaphandleni enesikhephe, i-pier ne-sauna e-Arvika
30 Jan – 27 Feb
Yi$2 394 ngenyanga
4.98 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-167
Ithandwa zindwendwe
Indlu esemaphandleni e-By, Sweden
Indlu esemaphandleni etofotofo efama
3–31 Okt
Yi$2 287 ngenyanga
4.89 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-285

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.