Iindawo Zokurenta Inyanga eBlack Rock

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-Scarborough
Isitudiyo sokubuka ulwandle
8 Jul – 5 Aga
Yi$1 189 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Black Rock
Ukubona ulwandle nokutshona kwelanga-ukude kakhulu
24 Mey – 21 Jun
Yi$1 531 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Western Tobago
I-Gleneagles Nest
24 Nov – 22 Dis
Yi$745 ngenyanga
ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Black Rock
Grafton Studio
3 Epr – 1 Mey
Yi$2 833 ngenyanga

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseBlack Rock

Fort Bennettbayi 5 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Seahorsebayi 25 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Moon Over Water Barbayi 10 abantu basekuhlaleni abayincomayo
The Fish Potbayi 18 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Edge of The Reefbayi 5 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Z's Grill Shackbayi 5 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.