Iindawo Zokurenta Inyanga eBlackpool Corner

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Dorset
I-Rowsley - iflethi enelanga eneendawo ezijonge eLyme Regis
15 Feb – 15 Mat
Yi$2 031 ngenyanga
4.94 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-399
Ithandwa zindwendwe
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-Axminster
Igumbi Lakho Lokulala, Isango LaseLyme, Axminster EX13 5SU
10 Dis – 7 Jan
Yi$1 607 ngenyanga
4.92 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-108
Ithandwa zindwendwe
Indlu esemaphandleni e-Dorset
Indlu esemaphandleni yaseDorset / Devon imida
4 Nov – 2 Dis
Yi$2 867 ngenyanga
4.94 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-181
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Hawkchurch
I-Old Milking Parlour
4 Feb – 4 Mat
Yi$5 096 ngenyanga
4.89 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-104

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.