Iindawo Zokurenta Inyanga eBlairgowrie

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Indlu esemaphandleni e-Blairgowrie and Rattray
I-Millbank Cottage - indawo entle yezibini ezithandanayo
26 Nov – 24 Dis
Yi$2 369 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Indlu esemaphandleni e-Alyth
I-Ardormie Farm Cottage - indlu esemaphandleni entle yelizwe ye-2
6 Feb – 6 Mat
Yi$1 712 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Indlu esemaphandleni e-Perth and Kinross
I-Blairgowrie - Indlu esemaphandleni encinci ilala abantu abayi-4 +
1–29 Sep
Yi$2 844 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Indlu esemaphandleni e-Blairgowrie and Rattray
Indlu esemaphandleni epholileyo, etofotofo enamagumbi okulala ayi-1
17 Okt – 14 Nov
Yi$3 034 ngenyanga

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseBlairgowrie

The Fair O'Blairbayi 4 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Little's Restaurantbayi 32 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Dalmore Inn & Restaurantbayi 17 abantu basekuhlaleni abayincomayo
The Blairgowrie Golf Clubbayi 10 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Cargill's Restaurant & Bistrobayi 13 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Cargill's Leapbayi 5 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.