Iindawo Zokurenta Inyanga eBlanche Harbor

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Indlu yamaplanga e-Melrose
Indlu esemaphandleni yaseYates (Indlu encinci)
29 Epr – 27 Mey
Yi$1 742 ngenyanga
4.91 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-333
Ithandwa zindwendwe
Indlu esemaphandleni e-Port Germein
I-Spencer Gulf great fishing & crabbing jetty walk.
1–29 Mey
Yi$2 085 ngenyanga
4.97 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-117
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Wilmington
I-Scandi Studio entliziyweni yeFlinders
19 Jul – 16 Aga
Yi$2 632 ngenyanga
4.93 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-334
Ithandwa zindwendwe
Indlu esemaphandleni e-Laura
Indlu ka-Alex esemaphandleni
20 Jan – 17 Feb
Yi$1 581 ngenyanga
4.89 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-291

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.