Dlulela kumxholo

Iindawo Zokurenta Inyanga eBlankenburg

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Halberstadt
Iflethi okanye indlu ekwicomplex "Brocklick"
20 Jul – 17 Aga
Yi$770 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Indlu enevaranda e-Thale
Indlu enevaranda encinci kwi-Treseburg yothando eHarz
11 Jan – 8 Feb
Yi$902 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Indlu engasemva e-Thale
Indlu yeholide "Kleine Hexe"
5 Nov – 3 Dis
Yi$1 445 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Darlingerode/Harz
Iflethi okanye indlu ekwicomplex etofoto
10 Jan – 7 Feb
Yi$632 ngenyanga

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseBlankenburg

Burg und Festung Regensteinbayi 11 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Igumbi leSandhöhlenbayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Umkhomba weNtliziyo - umkhulubayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Hamburger Wappenbayi 7 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Barocke Schlossgärten und Parksbayi 6 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Blankenburg Castlebayi 5 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.