Iindawo Zokurenta Inyanga eBligh Park

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Indlu engasemva e-Windsor
Uvimba otshintshiweyo ongu-1830 one-sauna
21 Sep – 19 Okt
Yi$1 834 ngenyanga
4.91 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-448
Ithandwa zindwendwe
Indlu esemaphandleni e-Pitt Town
I-Cox 's Cottage kwi-Hawkesbury Valley
1–29 Mey
Yi$3 417 ngenyanga
4.92 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-304
Ithandwa zindwendwe
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-North Richmond
Umbono omangalisayo
18 Mey – 15 Jun
Yi$2 532 ngenyanga
4.92 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-380
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Rouse Hill
I-Rouse Hill Town Centre Top-Floor Apartment
12 Mey – 9 Jun
Yi$3 463 ngenyanga
4.92 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-123

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.