Iindawo Zokurenta Inyanga eBloemendaal aan Zee, Overveen

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Zandvoort
IBauke 's Beach House embindini weZandvoort
7 Nov – 5 Dis
Yi$2 228 ngenyanga
4.89 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-177
Ithandwa zindwendwe
Iflethi e-Zandvoort
I-BEACHHOUSE ENE-SEAVIEW
10 Okt – 7 Nov
Yi$5 274 ngenyanga
4.92 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-180
Ithandwa zindwendwe
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-Zandvoort
I-Biento Zandvoort kufutshane nemigxobhozo, embindini wedolophu kunye nolwandle
10 Sep – 8 Okt
Yi$3 424 ngenyanga
4.97 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-108
Ithandwa zindwendwe
Iflethi e-Zandvoort
Boulevard77 - ILANGA ngaselwandle ap.- 55 m2 - indawo yokupaka esimahla
26 Okt – 23 Nov
Yi$6 429 ngenyanga
4.93 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-120

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.
* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.