Dlulela kumxholo

Iindawo Zokurenta Inyanga eBlokzijl

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi e-Giethoorn
Iflethi okanye indlu ekwicomplex emanzini (ngaphambili)
6 Okt – 3 Nov
Yi$1 550 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-Blokzijl
Iflethi okanye indlu ekwicomplex edoloph
17 Jul – 14 Aga
Yi$2 782 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Giethoorn
Ifama yesikhumbuzo ye-Idyllic eGiethoorn
16 Nov – 14 Dis
Yi$2 778 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Giethoorn
I-Lodging Dwarszicht
12 Sep – 10 Okt
Yi$2 741 ngenyanga

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseBlokzijl

De Otterskooibayi 6 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Geertienbayi 15 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Grand Café-Restaurant Prins Mauritshuisbayi 9 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Sluiszichtbayi 7 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Restaurant and Residence Kaatje bij de Sluisbayi 15 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Auberge Aan Het Hofbayi 10 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.