Iindawo Zokurenta Inyanga eBloomfield Township

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Meadville
Cozy country space near Meadville & Allegheny Col.
10 Epr – 8 Mey
Yi$1 468 ngenyanga
4.96 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-255
Ithandwa zindwendwe
Indlu engasemva e-Findley Lake
I-Old Schoolhouse Music Cottage
30 Aga – 27 Sep
Yi$1 403 ngenyanga
4.94 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-118
Ithandwa zindwendwe
Indlu esemaphandleni e-Union City
I-Sunrise Inn Cottage (iCanadohta Lake)
9 Dis – 6 Jan
Yi$2 377 ngenyanga
4.95 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-20
Ithandwa zindwendwe
Indlu esemaphandleni e-Union City
Indlu esemaphandleni eCanadohta Lake ukuze uphumle!
15 Sep – 13 Okt
Yi$2 923 ngenyanga
4.83 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-35

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo zokuhlala zoosomashishini?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseBloomfield Township

Frog Pond Restaurantbayi 7 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Bear Innbayi 6 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Canadohta Roller Rinkbayi 4 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Happi Jaxbayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Lloyd's Cottagesbayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Lincan Food Martbayi 4 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.