Iindawo Zokurenta Inyanga eBoca Grande

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Boca Grande
I-Boca Grande-2 yegumbi lokulala eliyimbali: #5 Rt ekhethekileyo
2–30 Okt
Yi$7 196 ngenyanga
4.84 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-223
Ithandwa zindwendwe
I-loft e-Boca Grande
I-Loft kwi-Park Ave--Boca Grande FL
21 Jul – 18 Aga
Yi$8 803 ngenyanga
4.97 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-94
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Englewood
Indawo yethu ethe cwaka esiyithandayo
31 Aga – 28 Sep
Yi$3 480 ngenyanga
5.0 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-51
Ithandwa zindwendwe
Indlu esemaphandleni e-Englewood
Bamboo Cottage, minutes to beach, no guest fee!
20 Aga – 17 Sep
Yi$3 576 ngenyanga
4.96 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-48

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo zokuhlala zoosomashishini?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseBoca Grande

Gasparilla Island Lighthousebayi 8 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Gasparilla Inn & Clubbayi 7 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Loose Caboose Restaurantbayi 9 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Eagle Grille and Miller's Docksidebayi 10 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Pink Elephantbayi 23 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Temptation Restaurantbayi 12 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.