Dlulela kumxholo

Iindawo Zokurenta Inyanga eBocca di Magra-la Ferrara

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Carrara
I-La Pineta - Marina di Carrara
13 Epr – 11 Mey
Yi$1 708 ngenyanga
4.88 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-117
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Lerici
Iiholide eCasa Roberta
8 Okt – 5 Nov
Yi$1 409 ngenyanga
4.83 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-124
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Romito Magra
I-Villa phumla kwiLerici kunye ne-5Terre
7 Jan – 4 Feb
Yi$1 577 ngenyanga
4.81 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-111
Ithandwa zindwendwe
Indlu engasemva e-Carrara
I-Seaview Hill
6 Okt – 3 Nov
Yi$946 ngenyanga
4.86 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-118

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.