Iindawo Zokurenta Inyanga eBogotá

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
I-loft e-Teusaquillo
Moderno loft en Chapinero. Justo lo que buscas
31 Dis – 28 Jan
Yi$699 ngenyanga
4.91 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-22
ISuperhost
I-loft e-Chapinero
Iflethi entsha etofotofo yale mihla eChapinero
29 Dis – 26 Jan
Yi$479 ngenyanga
4.87 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-38
ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-La Candelaria
Downtown Candelaria Suite
15 Feb – 15 Mat
Yi$536 ngenyanga
4.88 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-24
Ithandwa zindwendwe
Iflethi e-Chapinero
Stunning one bedroom condo in Bogotá
14 Mat – 13 Epr
Yi$1 064 ngenyanga
4.9 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-10

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseBogotá

Unicentrobayi 366 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Simon Bolivarbayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Movistar Arenabayi 41 abantu basekuhlaleni abayincomayo
I-Centre ye-Salitre Plazabayi 50 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Andino Shopping Mallbayi 527 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Ipharki 93bayi 486 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.