Iindawo Zokurenta Inyanga eBrașov

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Brașov
Isitudiyo se-Medieval 6
27 Jun – 25 Jul
Yi$845 ngenyanga
5.0 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-132
ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Brașov
Istudiyo Seziko Lesixeko!
2–30 Jan
Yi$919 ngenyanga
4.94 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-110
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Brașov
I-Attic Room-Self Ukungena Nokupaka Kwisitrato
19 Mat – 16 Epr
Yi$719 ngenyanga
4.92 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-101
Ithandwa zindwendwe
Iflethi e-Brașov
I-Old Town Nest. Zonwabise eBrasov.
19 Epr – 17 Mey
Yi$617 ngenyanga
4.93 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-27

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseBrașov

I-Zoo yase-Brasovbayi 69 abantu basekuhlaleni abayincomayo
AFI Brașovbayi 22 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Ipharki yeNicolae Titulescubayi 41 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Magnolia Shopping Centerbayi 9 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Pietrele lui Solomonbayi 33 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Strada Sforiibayi 136 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.