Iindawo Zokurenta Inyanga eBremen

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-Bremen
Iflethi okanye indlu ekwicomplex enomtsalane ekuhlaleni ene-terr
27 Nov – 25 Dis
Yi$1 001 ngenyanga
4.94 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-115
ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Neustadt
Iflethi entle enegadi (yondwendwe oluyi-1)
21 Mey – 18 Jun
Yi$1 150 ngenyanga
4.82 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-154
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Bremen
Iflethi entle kufutshane nesixeko
18 Jul – 15 Aga
Yi$1 837 ngenyanga
4.78 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-148
ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Bremen
ULouis noLouise - Iflethi Elinye
25 Jul – 22 Aga
Yi$1 335 ngenyanga
4.8 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-30

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseBremen

Weserparkbayi 25 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Waterfront Bremenbayi 55 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Weser Stadiumbayi 51 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Universum Bremenbayi 71 abantu basekuhlaleni abayincomayo
I-Theatre ye-Metropol eBremenbayi 7 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Bremen Central Stationbayi 21 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.