Dlulela kumxholo

Iindawo Zokurenta Inyanga eBright

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Bright
Ibhayisekile Eqaqambileyo
Yi$2 162 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Indlu engasemva e-Bright
Iiflethi okanye izindlu ezikwicomplex
7 Sep – 5 Okt
Yi$2 508 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Bright
I-Riverwash Bright, Indawo Yokuhlala Ye-Boutique
22 Jan – 19 Feb
Yi$4 582 ngenyanga
ISuperhost
Indlu yamaplanga e-Harrietville
I-Avalon House: Abaphathi Bam
4 Jan – 1 Feb
Yi$2 149 ngenyanga

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseBright

Tomahawksbayi 44 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Gum Tree Piesbayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Alpine Hotel Brightbayi 9 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Bright Brewerybayi 55 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Ginger Baker Wine Bar & Cafébayi 24 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Woolworths Brightbayi 25 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.
  1. Airbnb
  2. Australia
  3. Victoria
  4. Alpine Shire
  5. Bright
  6. Iindawo Zokurenta Inyanga