Iindawo Zokurenta Inyanga eBrooklyn

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-Brooklyn
Cozy Private Garden Apartment
2 Jan – 1 Feb
Yi$2 096 ngenyanga
4.9 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-299
Ithandwa zindwendwe
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-ENew York
Isitudiyo sepaki yaselwandle
21 Sep – 21 Okt
Yi$2 094 ngenyanga
4.97 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-186
ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Brooklyn
Iphedi yasedolophini epholileyo netofotofo
3 Mey – 2 Jun
Yi$2 412 ngenyanga
4.78 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-199
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Brooklyn
Iflethi okanye indlu ekwicomplex eneyadi engasemva e-East Williamsburg
17 Mey – 16 Jun
Yi$3 179 ngenyanga
4.85 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-124

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo zokuhlala zoosomashishini?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseBrooklyn

Ipharki yeProspectbayi 3 418 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Staten Island Ferrybayi 73 abantu basekuhlaleni abayincomayo
I-Center ye-Barclaysbayi 1 418 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Isityalo saseBrooklyn Botanicbayi 2 030 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Little Italybayi 312 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Statue of Liberty Museumbayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.