Iindawo Zokurenta Inyanga eBrunswick

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Brunswick
Iflethi okanye indlu ekwicomplex enamagumbi okulala athule
31 Jan – 28 Feb
Yi$1 983 ngenyanga
4.82 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-314
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Brunswick
I-Bulleke
2–30 Okt
Yi$2 404 ngenyanga
4.86 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-132
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Brunswick East
Iflethi ekuthiwa yiLygon St, eBrunswick East
16 Dis – 13 Jan
Yi$2 420 ngenyanga
4.82 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-169
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Fitzroy North
I-North Fitzroy Flat kufuphi neMerri Creek
2 Feb – 2 Mat
Yi$1 872 ngenyanga
4.92 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-178

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseBrunswick

Howlerbayi 139 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Barkly Squarebayi 160 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Royal Park Nature Play Playgroundbayi 27 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Tiba's Lebanese Restaurantbayi 60 abantu basekuhlaleni abayincomayo
400 Gradi - Brunswickbayi 106 abantu basekuhlaleni abayincomayo
The Cornish Arms Hotelbayi 64 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.