Dlulela kumxholo

Iindawo Zokurenta Inyanga eBucaramanga

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
I-loft e-Bucaramanga
Istudiyo esitsha esitofotofo
3–31 Jan
Yi$531 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
I-loft e-Bucaramanga
I-loft yale mihla yeyona ndawo intle eBucaramanga
25 Dis – 22 Jan
Yi$1 398 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Bucaramanga
Iflethi okanye indlu ekwicomplex etofotofo eneWi-fi. Indawo entle
9 Mat – 6 Epr
Yi$829 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
I-loft e-Bucaramanga
*Ifanelekile, Fresh, AirA/C, Washer, CableCenter
3–31 Mey
Yi$649 ngenyanga

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseBucaramanga

Iparke yaseChicamochabayi 16 abantu basekuhlaleni abayincomayo
I-Cacique Shopping Centerbayi 92 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Megamallbayi 29 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Parque Caracolí Centro Comercialbayi 101 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Iparke yaseSantanderbayi 7 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Centro Comercial Cabecera Cuarta Etapabayi 18 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.