Iindawo Zokurenta Inyanga eBudapest

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi e-Belváros
Ukuyila nobuhle embindini
30 Jan – 27 Feb
Yi$1 043 ngenyanga
4.92 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-291
ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Erzsébetváros
Isitudiyo esiphakathi, esitofotofo nesikhanyayo
30 Jan – 27 Feb
Yi$985 ngenyanga
4.83 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-101
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Várkerület
I-Green Park Apartment entliziyweni yeBuda *****
3–31 Mat
Yi$1 210 ngenyanga
4.96 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-102
ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Erzsébetváros
Cosy apartment in Kertesz utca
29 Jan – 28 Feb
Yi$905 ngenyanga
4.79 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-90

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseBudapest

Isakhiwo seParliament yaseHungarybayi 1 906 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Eziko Szimplabayi 1 583 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Isifunda saseCastlebayi 478 abantu basekuhlaleni abayincomayo
I-Budapest Airportbayi 59 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Hungaroringbayi 25 abantu basekuhlaleni abayincomayo
I-Synagogue ye-Dohány Streetbayi 1 302 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.