Iindawo Zokurenta Inyanga eBudva

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Budva
Isitudiyo - indawo yokungena eyahlukileyo!
2–30 Mat
Yi$419 ngenyanga
4.84 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-137
Ithandwa zindwendwe
Iflethi e-Budva
I-Masha 3
3 Epr – 1 Mey
Yi$680 ngenyanga
4.92 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-96
ISuperhost
Ikhaya leholide e-Bečići
*Free Spa* Stylish Dream Getaway! 270° SeaView 1BR
7 Mat – 4 Epr
Yi$951 ngenyanga
4.8 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-20
Ithandwa zindwendwe
Iflethi e-Bečići
Iflethi ekwimitha eziyi-150 ukusuka elunxwemeni
27 Jan – 24 Feb
Yi$463 ngenyanga
4.92 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-12

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseBudva

Budva Old Townbayi 22 abantu basekuhlaleni abayincomayo
HOTEL TRE CANNEbayi 4 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Obalabayi 9 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Avala Resort & Villasbayi 10 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Beach Grecobayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Jadranbayi 152 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.