Dlulela kumxholo

Iindawo Zokurenta Inyanga eBurgas

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Burgas
Indawo Yokuphumla EBurgas Neendawo Zokupaka Simahla
13 Mat – 10 Epr
Yi$1 309 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Burgas
ISITUDIYO ESINCINCI ESIHLE
3 Feb – 3 Mat
Yi$812 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi e-Burgas
Indawo eqaqambileyo netofotofo ekufutshane neSea Park
25 Okt – 22 Nov
Yi$783 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Burgas
Ilula, Indawo Ephakathi Yolwandle!
30 Jan – 27 Feb
Yi$1 130 ngenyanga

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseBurgas

Flora Burgasbayi 14 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Mall Galleria Burgasbayi 23 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Burgas Plaza Mallbayi 58 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Jumbobayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Happy Bar & Grillbayi 44 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Sand Fest Burgasbayi 29 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.