Iindawo Zokurenta Inyanga eCa l'Avi

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

ISuperhost
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-Lavern
Indlu yasemaphandleni ekwindalo epheleleyo ye-2.Near beach & BCN
8 Epr – 6 Mey
Yi$2 261 ngenyanga
4.84 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-283
Ithandwa zindwendwe
Ifama e-Castellví de la Marca
Inqolobane Etshintshiweyo Kwifama Yezinto Eziphilayo 2
17 Feb – 17 Mat
Yi$1 404 ngenyanga
4.87 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-191
Ithandwa zindwendwe
I-loft e-Manresa
I-LOFT YOSHISHINO YOTHANDO, w/ i-terrace, ISIXEKO SASEMANRESA
15 Jul – 12 Aga
Yi$1 489 ngenyanga
4.99 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-202
Ithandwa zindwendwe
I-loft e-La Pobla de Claramunt
Ikona ethe cwaka, edibene kakuhle (B)
13 Jul – 10 Aga
Yi$928 ngenyanga
4.89 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-57

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.
  1. Airbnb
  2. Spain
  3. Catalonia
  4. Ca l'Avi
  5. Iindawo Zokurenta Inyanga