Iindawo Zokurenta Inyanga eCa' Tiepolo

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
I-townhouse e-Bosco Mesola
Indlu kaOlga
14 Dis – 11 Jan
Yi$1 822 ngenyanga
4.85 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-131
ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Taglio di Po
Inkundla Enomtsalane ePaki yePo Delta
19 Nov – 17 Dis
Yi$2 040 ngenyanga
4.87 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-102
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Porto Viro
Casetta Rossa nel Parco del Delta del Po
16 Nov – 14 Dis
Yi$3 148 ngenyanga
5.0 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-10
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Rosolina Mare
IFULETHI LIKATITO LIVIO ukuphumla okuqinisekisiweyo relaXXX
19 Jan – 16 Feb
Yi$937 ngenyanga
4.78 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-60

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.