Dlulela kumxholo

Iindawo Zokurenta Inyanga eCaballito

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi e-Caballito
Excellent apartment with patio in Caballito
4 Jun – 2 Jul
Yi$804 ngenyanga
ISuperhost
Iflethi e-Caballito
Cozy & great located studio in the heart of Bs.As.
23 Mey – 20 Jun
Yi$426 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Caballito
Iflethi entle eCaballito - CABA.
25 Epr – 23 Mey
Yi$544 ngenyanga
ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-EBuenos Aires
Iflethi entsha etofotofo kakhulu
18 Jan – 15 Feb
Yi$669 ngenyanga

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseCaballito

Iparke ye-Centenariobayi 291 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Iparke Rivadaviabayi 82 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Plaza Irlandabayi 15 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Cid Campeadorbayi 10 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Don Zoilobayi 14 abantu basekuhlaleni abayincomayo
I-Theater yeVillage Caballitobayi 42 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.