Iindawo Zokurenta Inyanga eCable Beach

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Cable Beach
Iflethi okanye indlu ekwicomplex entle eyi-250M ukuya ku-C
12 Nov – 10 Dis
Yi$3 049 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Cable Beach
I-Cable Beach Resort Apartment
13 Jan – 10 Feb
Yi$2 538 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Indlu engasemva e-Cable Beach
Indawo yakho yokufihla kwi-Cable Beach
15 Nov – 13 Dis
Yi$3 049 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-Cable Beach
I-Pearl Cottage ngaselwandle
2–30 Sep
Yi$4 268 ngenyanga

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseCable Beach

Zanders at Cable Beachbayi 23 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Divers Tavernbayi 27 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Gantheaume Pointbayi 34 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Cable Beach Club Resort & Spabayi 15 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Sunset Bar & Grillbayi 17 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Cable Beach General Store & Cafebayi 9 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.