Iindawo Zokurenta Inyanga eCabourg

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Cabourg
Ukubuka ulwandle kwindawo entle
12 Nov – 10 Dis
Yi$2 721 ngenyanga
4.94 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-364
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Cabourg
Studio 2/4 personnes Accès direct Mer
28 Nov – 26 Dis
Yi$1 288 ngenyanga
4.82 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-119
Ithandwa zindwendwe
Iflethi e-Cabourg
appartement accès direct mer classé 3*
29 Sep – 27 Okt
Yi$1 793 ngenyanga
4.89 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-130
Ithandwa zindwendwe
Iflethi e-Cabourg
I-La Fleur Marine Classé 3★ Ukufikelela ngqo kuLwandle🏖
22 Mat – 19 Epr
Yi$2 312 ngenyanga
4.95 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-147

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseCabourg

Casino Cabourgbayi 59 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Le Beau Sitebayi 17 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Marketbayi 26 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Cabourg Racecoursebayi 31 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Thalazur Cabourg Thalassothérapie, Hôtel & Spabayi 45 abantu basekuhlaleni abayincomayo
McDonald'sbayi 13 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.
  1. Airbnb
  2. France
  3. Normandy
  4. Calvados
  5. Cabourg
  6. Iindawo Zokurenta Inyanga