Iindawo Zokurenta Inyanga eCáceres‎

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Cáceres
Apartamento Arco de la Estrella, indawo yokupaka simahla.
10 Okt – 7 Nov
Yi$1 402 ngenyanga
4.81 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-209
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Cáceres
I-El Olivar enenyama eyojiweyo, iveranda negadi yabucala
18 Epr – 16 Mey
Yi$1 594 ngenyanga
4.82 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-127
ISuperhost
Indlu e-Cáceres
Yithi zava embindini weCáceres (indawo yokupaka esimahla)
18 Mey – 15 Jun
Yi$2 182 ngenyanga
4.8 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-395
Ithandwa zindwendwe
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-Sierra de Fuentes
Phola uze uthi zava
29 Jun – 27 Jul
Yi$2 219 ngenyanga
4.98 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-129

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseCáceres‎

Paseo de Cáceresbayi 6 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Centro Comercial Ruta de la Platabayi 8 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Old Town of Caceresbayi 7 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Mastropiero Gastrobar y Jardínbayi 15 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Iphakamisa yasePrincipebayi 7 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Plaza Mayor de Caceresbayi 4 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.