Iindawo Zokurenta Inyanga eCadolzburg

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Stein
Designcave - Home Office & Apartment Stein b Nuremberg
14 Jan – 11 Feb
Yi$1 100 ngenyanga
4.95 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-149
ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Herzogenaurach
Iflethi okanye indlu ekwicomplex ekufutshane ne-adidas puma schäffler .
24 Feb – 24 Mat
Yi$1 267 ngenyanga
4.84 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-118
Ithandwa zindwendwe
Iflethi e-Cadolzburg
Familienfreundliche Fewo mit Garten
14 Epr – 12 Mey
Yi$3 027 ngenyanga
5.0 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-20
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Cadolzburg
Wohnen in historischen Mauern am Fuße der Burg
25 Okt – 22 Nov
Yi$3 453 ngenyanga
4.93 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-15

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseCadolzburg

I-Cadolzburg Castlebayi 7 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Loisl's Eiscafebayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Klettenwald Weiherhofbayi 7 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.