Iindawo Zokurenta Inyanga eCagayan de Oro

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi e-Cagayan de Oro
Iyunithi Yesitudiyo Esandul 'Ukulungiswa: Indawo Yokuhlala e Ayala
20 Mat – 17 Epr
Yi$614 ngenyanga
4.95 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-172
Ithandwa zindwendwe
Iflethi e-Cagayan de Oro
I-Condo entsha embindini wesixeko saseCag. de Oro
30 Jun – 28 Jul
Yi$522 ngenyanga
4.97 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-117
Ithandwa zindwendwe
Iflethi e-Cagayan de Oro
Fully Furnished Studio Condo
29 Mat – 26 Epr
Yi$456 ngenyanga
5.0 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-14
Ithandwa zindwendwe
Iflethi e-Cagayan de Oro
Iyunithi Yesitudiyo Entsha: Indawo Yokuhlala +Jonga @ Iziko Lesixeko
24 Jul – 21 Aga
Yi$614 ngenyanga
4.93 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-68

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseCagayan de Oro

Limketkai Centerbayi 45 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Centrio Mallbayi 23 abantu basekuhlaleni abayincomayo
SM CDO Downtown Premierbayi 38 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Seven Seas Waterpark ne-Resortbayi 39 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Gaisano City Mallbayi 22 abantu basekuhlaleni abayincomayo
SM City Cagayan De Orobayi 20 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.